Wena Lyrics Musa Keys ft. Sino Msolo

Wena Album Cover

Wena

Musa Keys ft. Sino Msolo

Wena Lyrics Musa Keys

Mmmh Mmmmh Bendikade ndisithi andisoze Ndiyeke ukuk’thanda wena Bendikade ndisithi andisoze Ndiyeke ukuk’thanda wena mai lovie Oh hayi ai heh uyadlala wena Heyi uyadlala wena Oh hayi ai heh uyadlala wena Aii Bendisithi andisoze Ndiyeke ukuk’thanda ngempela Bendikade ndisithi andisoze Ndiyeke ukuk’thanda ngempela Heh uyadlala wena Heyi uyadlala wena Heh uyadlala wena Ndizokushiya eh, dlala wena Heh uyadlala wena Heyi uyadlala wena Heh uyadlala wena Bendikuthanda wena Ayi ayi kodwa ugcwelele Ukudlala wena Bendikuthanda wena (Wena) Bendikuthanda wena (Wena) Bendikuthanda wena (Wena) Ayi ayı kodwa ugcwele Ukudlala wena (Wena) Bendikuthanda wena (wena) Bendikuthanda wena (wena) Bendikuthanda wena Ayi ayi kodwa ugcwele Ukudlala wena (wena) Bendikuthanda wena (wena) Bendikuthanda wena (wena) Bendikuthanda wena Ayi ayi kodwa ugcwele Ukudlala wena (wena) Bendikuthanda wena (wena) Bendikuthanda wena (wena) Bendikuthanda wena Ayi ayı kodwa ugcwele Ukudlala wena Bendikade ndisithi andisoze Ndiyeke ukukuthanda wena Bendikade ndisithi andisoze Ndiyeke ukuk’thanda wena mai lovie Oh hayi ai heh uyadlala wena Heyi uyadlala wena Oh hayi ai heh uyadlala wena Aii Bendisithi andisoze Ndiyeke ukukuthanda ngempela Bendikade ndisithi andisoze Ndiyeke ukukuthanda ngempela Heh uyadlala wena Heyi uyadlala wena Heh uyadlala wena Ndizokushiya eh Dlala wena Heh uyadlala wena Heyi uyadlala wena Heh uyadlala wena (Ndizokushiya eh Dlala wena) (Dlala dlala wena) Wena (Dlala dlala wena) Wena (Ndizokushiya eh Dlala dlala wena dlala wena) Wena (Dlala wena hmm) Wena (Dlala dlala wena) Wena (Dlala dlala wena) Wena, wena, wena, wena Wena, wena, wena, wena Bendikuthanda wena Bendikuthanda wena Bendikuthanda wena Ayi ayı kodwa ugcwele Ukudlala wena Bendikuthanda wena Ayi ayı kodwa ugcwele Ukudlala wena Bendikuthanda wena (Wena) Bendikuthanda wena (Wena) Bendikuthanda wena Ayi ayi kodwa ugcwele Ukudlala wena (Wena) Bendikuthanda wena (Wena) Bendikuthanda wena (Wena) Bendikuthanda wena Ayi ayi kodwa ugcwele Ukudlala wena (Wena) Bendikuthanda wena (Wena) Bendikuthanda wena (Wena) Bendikuthanda wena Ayi ayi kodwa ugcwele Ukudlala wena (Wena) Bendikuthanda wena (Wena) Bendikuthanda wena (Wena) Bendikuthanda wena Ayi ayı kodwa ugcwele Ukudlala wena (Wena)

FOLLOW US ON TIKTOK
https://www.tiktok.com/@theyanosplug
Wena Lyrics Musa Keys

LISTEN TO SONGS LIKE ‘Wena’ ON OUR PLAYLIST:

Apple Music

Authors

Leave a Comment

Start typing and press Enter to search